Inguqulelo ka diverse in isiXhosa

diverse

-ahlukile(yo)

Ubizo-magama /dy-vurss/

isiphawulimore diverse, most diverse

  • 1

    -ahlukile(yo)
    -ngafani(yo)
    This is a diverse group of people: it includes farmers, teachers, doctors, etc. Liqela labantu abangafaniyo eli: liquka amafama, ootitshala, oogqirha, njl