Inguqulelo ka duplicate in isiXhosa

duplicate

umphindwa

Ubizo-magama /dyoo-pli-kuht/

isibizoPlural duplicates

  • 1

    umphindwa
    ikopi ekhutshelweyo
    ukhuphelo
    amatwa-totse
    idyuplikheyithi ngokungekho sikweni
    This is a duplicate key for the car Ngumphindwa wesitshixo semoto lo
    I need a duplicate of the certificate Ndifuna ikopi ekhutshelweyo yesatifikethi