Inguqulelo ka early in isiXhosa

early

kusasa

Ubizo-magama /ur-lee/

isihlomelo & isiphawuliearlier, earliest

  • 1

    kusasa
    ekuseni
    I woke up early in the morning Ndavuka ekuseni kakhulu
  • 2

    ekuqaleni
    We will go in early summer Siza kuya ekuqaleni kwehlobo
  • 3

    phambi kwexesha
    The bus arrived five minutes early Ibhasi ifike phambi kwexesha ngemizuzu emihlanu