Inguqulelo ka eat in isiXhosa

eat

-tya

Ubizo-magama /eet/

isenziate, eating, eaten

  • 1

    -tya
    -dla
    He eats his food Utya ukutya kwakhe
    Who ate the chips? Ngubani otye iitshipsi?
    The dog has eaten my lunch Inja itye isidlo sam sasemini
    Eat the bread! Yitya isonka!