Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika end in isiXhosa

: end1end2

end1

isiphelo

Ubizo-magama /end/

isibizoPlural ends

  • 1

    isiphelo
    isiphetho
    iqwele
    That is the end of the story Sisiphelo sebali eso
    Come at the end of the year Yiza ekupheleni konyaka
  • 2

    incam
    Hold the end of the stick Bamba incam yentonga

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika end in isiXhosa

: end1end2

end2

-gqibezela

Ubizo-magama /end/

isenziended, ending

  • 1

    -gqibezela
    -phetha
    -qoshelisa
    Let's end our game now Masiwuqoshelise umdlalo wethu ngoku
    → Synonym of finish
  • 2

    -qoshelisa
    -fikelela esiphelweni
    -phela
    -phetha
    The film has ended Umboniso-bhanyabhanya uphelile
    The concert ended with a song Ikonsathi yaqosheliswa ngengoma