Inguqulelo ka endangered in isiXhosa

endangered

-phelayo

Ubizo-magama /en-dayn-juhd/

isiphawuli

I-ikholoji

  • 1

    -phelayo
    -mngciphekweni wokuphela
    Protect animals and plants that are endangered Zikhusela izilwanyana nezityalo ezisemngciphekweni wokuphela
    • in danger of dying out or not existing any more
    • ukuba sengozini okanye emngciphekweni wokufa okanye wokutshabalala zingaphinde zibekho