Inguqulelo ka episode in isiXhosa

episode

iephisowudi

Ubizo-magama /ep-i-sohd/

isibizoPlural episodes

  • 1

    (on radio or TV)
    iephisowudi
    isiqendu
    Tomorrow I'll watch the next episode of Isidingo Ngomso ndiza kubukela isiqendu esilandelayo seSidingo