Inguqulelo ka evaporate in isiXhosa

evaporate

-ba ngumphunga

Ubizo-magama /i-vap-uh-rayt/

isenzievaporated, evaporating

ikhemistri

  • 1

    -ba ngumphunga
    The water on the road evaporated when the sun came out Amanzi asendleleni aba ngumphunga lisakuphuma ilanga
    • to change from a liquid into vapour (a gas)
    • ukutshintsha kwamanzi abe ngumphunga