Inguqulelo ka faeces in isiXhosa

faeces

ilindle

Ubizo-magama /fee-seez/

isibizo esikwisininzi

  • 1

    ilindle
    uthuvi
    Faeces are the waste products that pass out of an animal's digestive system Ilindle yinto ephumela ngaphandle komjelo wokwetyisa wesilwanyana
  • 2

    (of cattle)
    ubulongwe
  • 3

    (of goats, sheep etc.)
    ingqatha