Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika faint in isiXhosa

: faint1faint2

faint1

-tyhafile(yo)

Ubizo-magama /faynt/

isiphawulifainter, faintest

  • 1

    -tyhafile(yo)
    Sit down if you're feeling faint Hlala phantsi xa uziva utyhafile
  • 2

    -ngacacanga
    -ngavakali(yo)
    We heard a faint sound Seva isandi esingacacanga

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika faint in isiXhosa

: faint1faint2

faint2

-fa isiqaqa

Ubizo-magama /faynt/

isenzifainted, fainting

  • 1

    -fa isiqaqa
    -yoba
    -tyhafa
    Nola fainted and fell in church UNola wayoba wawa ecaweni