Inguqulelo ka family in isiXhosa

family

usapho

Ubizo-magama /fam-i-lee/

isibizoPlural families

  • 1

    usapho
    intsapho
    ifemeli ngokungekho sikweni
    This is a family of six: two parents and four children Lusapho olumalungu mathandathu olu; abazali ababini nabantwana abane
  • 2

    izizalwane
    izalamane
    We spend Christmas in the village with our family – our cousins, grandparents, aunts and uncles Sichitha iKrisimesi elalini nezizalwane zethu – abazala, oomakhulu, oomakazi noomalume
  • 3

    (used for animals of the same broad type)
    ifemeli
    udidi
    Lions belong to the cat family Iingonyama zikwifemeli yeekati