Inguqulelo ka far in isiXhosa

far

kude

Ubizo-magama /faa/

isihlomelo & isiphawulifurther, furthest

  • 1

    kude
    mgama
    Do you live far from the shops? Uhlala kude kuneevenkile?
    How far is it to Bhisho? Kukude kangakanani ukuya eBhisho?
    I'll walk; it's not far Ndiza kuhamba ngeenyawo; noko akukude
  • 2

    kakhulu
    lee
    The girl is far taller than her mother Intombazana inde kakhulu kunomama wayo