Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika film in isiXhosa

: film1film2

film1

umboniso-bhanyabhanya

Ubizo-magama /film/

isibizoPlural films

  • 1

    umboniso-bhanyabhanya
    ifilim
    umfanekiso-bhanyabhanya
    ibhayasikophu ngokungekho sikweni
    We watched a film on TV Sabukela umboniso-bhanyabhanya kwithivi
  • 2

    isigqumathelo
    There is a film of oil on the water Kukho isigqumathelo seoyile emanzini

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika film in isiXhosa

: film1film2

film2

-thatha imifanekiso

Ubizo-magama /film/

isenzifilmed, filming

  • 1

    -thatha imifanekiso
    -fota
    -enza iflim
    He is filming the soccer game Wenza iflim yomdlalo wesoka