Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fire in isiXhosa

: fire1fire2

fire1

umlilo

Ubizo-magama /fy-uh/

isibizoPlural fires

  • 1

    umlilo
    A fire burnt the houses down Umlilo wazitshisa pam izindlu
    Firemen put the fire out Abacimi-mlilo bacima umlilo
    In winter we light a fire Ebusika sibasa umlilo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fire in isiXhosa

: fire1fire2

fire2

-dubula

Ubizo-magama /fy-uh/

isenzifired, firing

  • 1

    -dubula
    The policeman fired his gun Ipolisa ladubula ngompu walo
  • 2

    -gxotha
    The boss fired two workers Umqeshi wagxotha abasebenzi ababini
    → Synonym of dismiss