Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fit in isiXhosa

: fit1fit2

fit1

-lingana

Ubizo-magama /fit/

isenzifitted, fitting

  • 1

    -lingana
    -lungela
    These jeans don't fit me Ijini ayindilingani

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fit in isiXhosa

: fit1fit2

fit2

-omelele(yo)

Ubizo-magama /fit/

isiphawulifitter, fittest

  • 1

    -omelele(yo)
    -sempilweni
    Running helps to make you fit Ukubaleka kunceda ekukwenzeni womelele
  • 2

    -fanelekile(yo)
    This shack is not fit to live in Eli tyotyombe alifanelekanga ukuba kuhlalwe kulo