Inguqulelo ka focus in isiXhosa

focus

-lungelelanisa

Ubizo-magama /foh-kuhss/

isenzifocused, focusing

  • 1

    -lungelelanisa
    -ngqamanisa
    -fokhasa ngokungekho sikweni
    Focus the camera to get a clear photograph Lungelelanisa ikhamera ukuze ube neefoto ezicacileyo
  • 2

    -qwalasela
    -gqala
    This year I will focus on school work Kulo nyaka ndiza kuqwalasela umsebenzi wesikolo

isibizo

  • 1

    undoqo
    Teaching science is the focus of my work Ukufundisa ezenzululwazi ngundoqo womsebenzi wam