Inguqulelo ka funny in isiXhosa

funny

-nwabisa(yo)

Ubizo-magama /fun-ee/

isiphawulifunnier, funniest

  • 1

    -nwabisa(yo)
    -hlekisa(yo)
    His funny stories make us laugh Amabali akhe awonwabisayo ayasihlekisa
  • 2

    -ngaqhelekanga
    The milk smells funny; throw it away Olu bisi lunevumba elingaqhelekanga; lulahle