Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika further in isiXhosa

: further1further2

further1

phambilana

Ubizo-magama /fur-thuh/

isiphawuli & isihlomelo

  • 1

    phambilana
    kude
    My house is further down the road Indlu yam iphambilana xa usihla ngendlela
  • 2

    ngaphezulu
    ngaphaya
    kakhulu
    You ran far, but I ran even further Ubaleke waya kufika kude, kodwa mna ndabaleka ndafika ngaphaya
    → See far

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika further in isiXhosa

: further1further2

further2

-qhubela phambili

Ubizo-magama /fur-thuh/

isenzifurthered, furthering

  • 1

    -qhubela phambili
    -ya phambili
    I want to further my studies at university Ndifuna ukuqhubela phambili nezifundo zam eyunivesithi