Inguqulelo ka get your bearings in isiXhosa

get your bearings

ukufumanisa inxa

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    ukufumanisa inxa
    We have got our bearings now. We are just north-west of Dwesa Sizifumene ukuba sinxa yiphi ngoku. Sisemntla-ntshona weDwesa
    • to work out where you are in relation to other places by using a compass
    • ukufumanisa apho ukhoyo malunga nezinye iindawo ngokusebenzisa ikhampasi