Inguqulelo ka giant in isiXhosa

giant

ingxilimbela

Ubizo-magama /jy-uhnt/

isibizoPlural giants

  • 1

    ingxilimbela
    ixhwangusha
    The man is a giant; he is very tall Le ndoda yingxilimbela; inde kakhulu
    → Compare dwarf
  • 2

    (in children's stories)
    izim
    igongqongqo
    isigebenga
    There is a story about giants that swallow goats Kukho ibali elingamazim aginya iibhokhwe

Usetyenziso

In English folklore, giants are always very big, and usually, but not always, bad. In Xhosa folklore, they are always big and always bad and dangerous.