Inguqulelo ka glare in isiXhosa

glare

-jama

Ubizo-magama /glair/

isenziglared, glaring

  • 1

    -jama
    An angry man glared at us Indoda enomsindo yasijamela
  • 2

    -qaqamba
    -menyezela
    -khazimla
    This light glares and hurts my eyes Oku kukhanya kuqaqambile, kuwenza buhlungu amehlo am