Inguqulelo ka goodbye in isiXhosa

goodbye

sala kakuhle

Ubizo-magama /guud-by/

isikhuzo

  • 1

    (to a person who is staying)
    sala kakuhle
    Goodbye, Dad Sala kakuhle tata
  • 2

    (to people who are staying)
    salani kakuhle
    Goodbye, everyone! Salani kakuhle nonke!
  • 3

    (to a person who is leaving)
    hamba kakuhle
    Goodbye, Mom Hamba kakuhle mama
  • 4

    (to people who are leaving)
    hambani kakuhle
    Goodbye, everyone! Hambani kakuhle nonke!

Usetyenziso

People often say 'sobonana' (meaning, 'we'll see each other again') when they are saying goodbye.