Inguqulelo ka happiness in isiXhosa

happiness

uvuyo

Ubizo-magama /hap-i-nuhss/

isibizo

  • 1

    uvuyo
    ulonwabo
    ukuchwayita
    uchulumanco
    ukugcoba
    The baby brought us happiness Usana lwasizisela uvuyo