Inguqulelo ka impact in isiXhosa

impact

ifuthe

Ubizo-magama /im-pakt/

isibizoPlural impacts

  • 1

    ifuthe
    impembelelo
    Drought had a serious impact on the maize crop Imbalela yaba nefuthe elibi kwisivuno sombona
  • 2

    ukungqubana ngamandla
    amandla okungqubana
    ungquzulwano
    The impact of the car crash killed the driver Ukungqubana ngamandla kweemoto kwambulala umqhubi