Inguqulelo ka indicator in isiXhosa

indicator

umqondiso

Ubizo-magama /in-di-kay-tuh/

isibizoPlural indicators

  • 1

    umqondiso
    isalathisi
    Growth is an indicator of health in children Ukukhula kungumqondiso wempilo ebantwaneni
    The car's indicators tell other drivers that you are going to turn Izalathisi zemoto zazisa abanye abaqhubi ukuba uza kujika