Inguqulelo ka inferior in isiXhosa

inferior

-ngabalulekanga

Ubizo-magama /in-feer-ree-uh/

isiphawulimore inferior, most inferior

  • 1

    -ngabalulekanga
    He makes people feel inferior Ubenza bazive bengabalulekanga abantu
    → Antonym of superior
  • 2

    -ngekho mgangathweni
    This food is inferior Oku kutya akukho mgangathweni