Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika last in isiXhosa

: last1last2

last1

-okugqibela

Ubizo-magama /laast/

isiphawuli & isihlomelo

  • 1

    -okugqibela
    -gqibela(yo)
    -mva
    December is the last month of the year UDisemba yinyanga yokugqibela yonyaka
    Jane arrived last UJane wafika mva
  • 2

    -dlulileyo
    -phelileyo
    He went to Queenstown last week Uye kuKomani kule veki iphelileyo
  • 3

    -okugqibela
    This is the last sweet! Yilekese yokugqibela le!

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika last in isiXhosa

: last1last2

last2

-thatha

Ubizo-magama /laast/

isenzilasted, lasting

  • 1

    -thatha
    The film lasts for two hours Ifilim ithatha iiyure ezimbini
  • 2

    -thatha
    -qhuba
    -gcina
    We have enough money to last us a month Sinemali eyaneleyo eza kusigcina inyanga
  • 3

    -thatha ithuba
    -hlala
    These cheap shoes won't last Ezi zihlangu zingekho mgangathweni azizi kuthatha thuba lide