Inguqulelo ka life cycle in isiXhosa

life cycle

umjikelo wobomi

isibizoPlural life cycles

inzululwazi ngezilo

  • 1

    umjikelo wobomi
    In its life cycle, a caterpillar changes into a butterfly Kumjikelo wobomi bawo, umbungu ujika ube libhabhathane
    • the series of changes that a plant or animal goes through in its life
    • ukutshintshatshintsha kwesityalo okanye isilwanyana ebomini baso