Inguqulelo ka lose in isiXhosa

lose

-lahla

Ubizo-magama /looz/

isenzilost, losing

  • 1

    -lahla
    I lost the keys, then found them Bendilahle izitshixo, kodwa ndizifumene
    → Compare find
  • 2

    -bethwa
    -oyiswa
    The team lost a match and won a match Iqela lomdlalo labethwa komnye umdlalo, laphumelela komnye
    → Compare win

Usetyenziso

Don't confuse lose with 'loose'.