Inguqulelo ka main in isiXhosa

main

-khulu

Ubizo-magama /mayn/

isiphawuli

  • 1

    -khulu
    -phambili
    This is the main street in our town Esi sesona sitalato sikhulu kwidolophu yethu
    What is your main reason for leaving? Sesiphi esona sizathu sakho siphambili sokuba uhambe?