Inguqulelo ka make in isiXhosa

make

-enza

Ubizo-magama /mayk/

isenzimade, making

  • 1

    -enza
    Let's make a cake Masenze ikeyiki
  • 2

    -enza
    The balloon made a loud bang Ibhaluni yenza isandi esikhulu sokugqabhuka
  • 3

    -nyanzela
    Dad made Zelda sit down Utata wamnyanzela uZelda ukuba ahlale phantsi
  • 4

    -bumba
    -enza
    -akha
    Your body is made up of cells Umzimba wakho wenziwe ngeeseli
  • 5

    -enza
    Make her run! Menze abaleke!
  • 6

    (cause something)
    -is-
    We made him laugh Samhlekisa

Usetyenziso

When something is caused or made to happen, this is often expressed in isiXhosa by using the causative verbal extension '-is-'.