Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika mark in isiXhosa

: mark1mark2

mark1

-phawula

Ubizo-magama /maak/

isenzimarked, marking

  • 1

    -phawula
    Mark each tree that you want to cut down Phawula umthi ngamnye ofuna ukuwugawula
  • 2

    -nika amanqaku
    -jonga
    -korekisha
    -makisha ngokungekho sikweni
    Has the teacher marked our maths? Ngaba utitshala uwujongile umsebenzi wethu wezibalo?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika mark in isiXhosa

: mark1mark2

mark2

ibala

Ubizo-magama /maak/

isibizoPlural marks

  • 1

    ibala
    There are dirty marks on the wall Kukho amabala amdaka eludongeni
  • 2

    inqaku
    Georgia got a good mark for her story UGeorgia ufumene amanqaku aphezulu ngebali lakhe

Usetyenziso

'Inqaku' is usually used in the plural, 'amanqaku'.