Inguqulelo ka mealie in isiXhosa

mealie

umbona

Ubizo-magama /mee-lee/

isibizoPlural mealies

  • 1

    umbona
    Vuyo grows mealies UVuyo ulima umbona
    → Synonym of maize
  • 2

    umbona
    isikhwebu
    Cook some mealies for me, for my lunch Ndiphekele umbona ube sisidlo sam sasemini