Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika medium in isiXhosa

: medium1medium2

medium1

indlela

Ubizo-magama /mee-di-uhm/

isibizoPlural media, Plural mediums

  • 1

    indlela
    English is the medium of instruction (the language used for teaching) in my school IsiNgesi yindlela yokufundisa (ulwimi olusetyenziswa ekufundiseni) esikolweni sam
  • 2

    into
    Soil is the best medium for plants to grow in Umhlaba yeyona nto ibalulekileyo ezikhula kuyo izityalo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika medium in isiXhosa

: medium1medium2

medium2

-phakathi

Ubizo-magama /mee-di-uhm/

isiphawuli

  • 1

    -phakathi
    You can buy large, medium or small eggs Ungathenga amaqanda amakhulu, aphakathi okanye amancinane