Inguqulelo ka meet in isiXhosa

meet

-dibana

Ubizo-magama /meet/

isenzimet, meeting

  • 1

    -dibana
    -hlangana
    -bonana ngokungekho sikweni
    Let's meet at school at two o'clock Masidibane esikolweni ngentsimbi yesibini entloko
  • 2

    -dibana
    -hlangana
    -azi
    Bob and Mandy met in 2005 UBob noMandy badibana ngowama-2005
    I'm pleased to meet you! Ndiyavuya ukukwazi!