Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika mine in isiXhosa

: mine1mine2mine3

mine1

umgodi

Ubizo-magama /mine/

isibizoPlural mines

  • 1

    umgodi
    He worked in coal mines and gold mines Wasebenza kwimigodi yamalahle nemigodi yegolide

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika mine in isiXhosa

: mine1mine2mine3

mine2

Ubizo-magama /mine/

isimelabizoPlural ours

  • 1

    That cellphone is mine Laa selfowuni yeyam

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika mine in isiXhosa

: mine1mine2mine3

mine3

-mba

Ubizo-magama /mine/

isenzimined, mining

  • 1

    -mba
    People mined iron and gold here Abantu bemba isinyithi negolide apha