Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika mug in isiXhosa

: mug1mug2

mug1

imagi

Ubizo-magama /mug/

isibizoPlural mugs

  • 1

    imagi
    ipayinti ngokungekho sikweni
    Here's a mug of coffee Nantsi imagi yekofu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika mug in isiXhosa

: mug1mug2

mug2

-phanga

Ubizo-magama /mug/

isenzimugged, mugging

  • 1

    -phanga
    A boy mugged my father at the station: he took his money and ran away Inkwenkwe yaphanga utata esitishini: yathatha imali yakhe yaze yabaleka