Inguqulelo ka naturally in isiXhosa

naturally

ngendalo

Ubizo-magama /natsh-ruhl-ee/

isihlomelomore naturally, most naturally

  • 1

    ngendalo
    kakade
    Is your hair naturally brown, or do you dye it? Ngaba iinwele zakho zimdaka ngombala ngendalo okanye uzidayile?
  • 2

    ngokuqinisekileyo
    kakade
    Naturally, I was pleased when we won Ngokuqinisekileyo, ndavuya sakuphumelela