Inguqulelo ka nice in isiXhosa

nice

-thandeka(yo)

isiphawulinicer, nicest

  • 1

    -thandeka(yo)
    -hle
    Muzi is a nice boy, and he has nice manners UMuzi yinkwenkwe ethandekayo, yaye unesimilo esihle
    a nice house indlu entle
  • 2

    (food, music, weather, etc.)
    -mnandi
    -hle
    She cooks nice food Upheka ukutya okumnandi
    It's nice at the beach Kumnandi elwandle
    nice weather imozulu entle
  • 3ngokungekho sikweni

    -hle
    -mnandi
    It's nice and hot Imnandi, yaye ishushu

Usetyenziso

Sometimes these are better words to use: 'beautiful', 'delicious', 'excellent', 'good', 'kind', 'lovely', 'pleasant', 'wonderful'. Check the meanings before you use them.