Inguqulelo ka night in isiXhosa

night

ubusuku

Ubizo-magama /nite/

isibizoPlural nights

  • 1

    ubusuku
    We see the stars at night Sibona iinkwenkwezi ebusuku
    Come on Monday night Yiza ngoMvulo ebusuku

Usetyenziso

Notice how this sentence is typically translated: 'Lindi spent two nights in Durban. ULindi uchithe iintsuku ezimbini eThekwini'. Notice that 'iintsuku' (literally 'days') is used to translate 'nights'. This is because a night in this context implies a 24-hour period.