Inguqulelo ka nonagon in isiXhosa

nonagon

umacala alithoba

Ubizo-magama /non-uh-gon/

isibizoPlural nonagons

  • 1

    umacala alithoba
    inonagoni
    • a flat closed shape with nine straight sides and nine angles
    • imilo emcaba evalekileyo enamacala alithoba kunye nee-engile ezilithoba