Inguqulelo ka north in isiXhosa

north

umntla

Ubizo-magama /nawth/

isibizo

  • 1

    umntla
    Limpopo is in the north of the country ILimpopo ikumntla welizwe
    A wind blew from the north Umoya uvuthuza usuka ngasentla

Inguqulelo ka north in isiXhosa

north

PC+semntla

Ubizo-magama /nawth/

isiphawuli

  • 1

    PC+semntla
    a north wind umoya wasemntla

Inguqulelo ka north in isiXhosa

north

PC+semntla

Ubizo-magama /nawth/

isiphawuli

  • 1

    PC+semntla
    a north wind umoya wasemntla

Inguqulelo ka north in isiXhosa

north

emntla

Ubizo-magama /nawth/

isihlomelo

  • 1

    emntla
    The birds flew north Iintaka zibhabhela emntla

Inguqulelo ka north in isiXhosa

north

emntla

Ubizo-magama /nawth/

isihlomelo

  • 1

    emntla
    The birds flew north Iintaka zibhabhela emntla