Inguqulelo ka opposition in isiXhosa

opposition

inkcaso

Ubizo-magama /op-uh-zish-uhn/

isibizo

  • 1

    inkcaso
    There is opposition to the plan to build a dam Kukho inkcaso ekwakhiweni kwedama
  • 2

    umchasi
    umngquzulani
    Pirates are Ajax's opposition in this game IPirates ingquzulana neAjax kulo mdlalo