Inguqulelo ka original in isiXhosa

original

-okuqala

Ubizo-magama /uh-rij-i-nuhl/

isiphawulimore original, most original

  • 1

    -okuqala
    Who were the original people in Southern Africa? Yayingoobani abemi bokuqala beAfrika eseMzantsi?
  • 2

    -dwa
    He's clever and has original ideas Ukrelekrele yaye uneengcinga ezizodwa