Inguqulelo ka palm in isiXhosa

palm

intende

Ubizo-magama /paam/

isibizoPlural palms

  • 1

    intende
    Hold the ball in the palm of your hand Yibambe ngentende yasandla sakho ibhola
  • 2

    isundu
    Palm trees grow in hot countries Imithi yamasundu ikhula kumazwe atshisayo