Inguqulelo ka panel in isiXhosa

panel

iphaneli

Ubizo-magama /pan-uhl/

isibizoPlural panels

  • 1

    iphaneli
    a large panel of wood iphaneli enkulu yomthi
  • 2

    iqela
    A panel of three judges chose the winner Iqela leejaji ezintathu likhethe ophumeleleyo