Inguqulelo ka pardon in isiXhosa

pardon

-xolela

Ubizo-magama /paa-duhn/

isenzipardoned, pardoning

  • 1

    -xolela
    The President pardoned the prisoner and released him UMongameli walixolela ibanjwa waza walikhulula
  • 2

    uxolo!
    Pardon me! I didn't mean to stand on your foot Uxolo! Andiqondanga ukuba ndikunyathele

Usetyenziso

'Pardon?' or 'I beg your pardon?' is a formal way of saying 'I didn't hear you. Please repeat what you said.'