Inguqulelo ka passage in isiXhosa

passage

ipaseji

Ubizo-magama /pas-ij/

isibizoPlural passages

  • 1

    ipaseji
    irhangi ngokungekho sikweni
    Walk down the passage to the third door Yihla ngepaseji uye kumnyango wesithathu
  • 2

    icandelwana
    isicatshulwa
    We studied a short passage from the novel Safunda isicatshulwa esithathwe kwinoveli