Inguqulelo ka piece in isiXhosa

piece

iqhekeza

Ubizo-magama /peess/

isibizoPlural pieces

  • 1

    (of bread, cake etc.)
    iqhekeza
    Take a piece of bread Thatha iqhekeza lesonka
  • 2

    (of glass etc.)
    iceba
    The cup broke into pieces Ikomityi yaphuka yaziingceba
  • 3

    (of meat)
    isiqa
    iqatha
    Cook the pieces of meat Pheka iziqa zenyama
  • 4

    (of paper or cloth)
    isiqwenga
    Write on a piece of paper Bhala kwisiqwengana sephepha
  • 5

    (of string, wire etc.)
    isijungqe
    Use pieces of string Sebenzisa izijungqana somtya

Usetyenziso

Don't confuse 'piece' with 'peace'.