Inguqulelo ka poor in isiXhosa

poor

-lihlwempu

Ubizo-magama /poor/

isiphawulipoorer, poorest

  • 1

    -lihlwempu
    -hluphekile(yo)
    The people are poor and hungry Abantu bahluphekile yaye balambile
  • 2

    -lambatha(yo)
    -bi
    This is a poor essay Sisincoko esilambathayo esi
    Her health is poor Impilo yakhe imbi